Universiteit Stellenbosch
Welkom by Universiteit Stellenbosch
Remembering Willie Adams: Remembering SACOS simposium
Begin: 03/03/2023, 17:00
Einde: 03/03/2023, 19:00
Kontak:Ricky Brecht - 021 808 3660
Plek: University Museum

Remembering Willie Adams: Remembering SACOS‑simposium

Die Universiteit Stellenbosch Museum in samewerking met die Afdeling Sportwetenskap aan die Universiteit Stellenbosch nooi u uit na 'n Remembering Willie Adams: Remembering SACOS‑simposium, waar ons sal besin oor die geskiedenis van die South African Council on Sport (SACOS) aan die hand van die argiewe van Willie Adams.

Willie Adams Biografie

Die politieke aktivis, opvoeder, argeoloog, digter en sportadministrateur, Willie Adams, was 'n belangrike figuur in die South African Council on Sport (SACOS). As 'n sportaktivis en administrateur het Adams plaaslike gemeenskappe in Bishop Lavis, die township van sy kleintyd, en later in die breër Wes-Kaap Provinsie en Suid-Afrika gedien. Gedurende sy loopbaan het Adams onbaatsugtig toegewyd gebly tot die bevryding van minder bevoorregte groepe, en dit was in 'n groot mate ten koste van homself. Sy persoonlike argief, wat in die Universiteit Stellenbosch se Spesiale Versamelings gehuisves word, verklap heelwat oor die SACOS‑stryd om bevryding op gemeenskaps-, nasionale en internasionale vlak. Dit is 'n argief wat 'n onafgehandelde stryd om geregtigheid uitlig.

Seremoniemeester

Dr Francois Cleophas (Senior lektor, Afdeling Sportwetenskap in die Departement Oefening‑, Sport- en Leefstylgeneeskunde, Universiteit Stellenbosch)


Datum:            Vrydag, 03 Maart 2023

Tyd:                 17:00 tot 19:00

Plek:                Universiteitsmuseum, Ryneveldstraat 52, Stellenbosch

 

RSVP:             Mnr Ricky Brecht by rickyb@sun.ac.za of 021 808 3660

Verversings sal ná die geleentheid bedien word.​


Hierdie hibriede geleentheid sal deelnemers in staat stel om die geleentheid persoonlik by te woon of die simposium aanlyn te volg deur op die skakel wat verskaf word, te klik.

Klik asseblief op hierdie skakel om te registreer vir die SACOS Simposium: 03 Maart 2023​​

Remembering Willie Adams: Remembering SACOS Symposium



Sikhumbula uWillie Adams: Sikhumbula iSimpoziyam yeSACOS

IMyuziyam yeYunivesithi yaseStellenbosch ibambisene neCandelo leNzululwazi yezeMidlalo kwiYunivesithi yaseStellenbosch iyakumema kwiSikhumbuzo sikaWillie Adams: Ukukhumbula iSimpoziyam yeSACOS, apho siza kucamngca malunga nembali yeSACOS kwindawo yokulondoloza izibhalo ezibalulekileyo nezigciniweyo ngoWillie Adams.

Imbali ngobomi bukaWillie Adams

Itshantliziyo lezopolitiko, umfundisintsapho, umakhwekhwetha ngezakudala, imbongi kunye nomlawuli wezemidlalo, uWillie Adams, wayengumntu obalulekileyo kwiBhunga lezeMidlalo loMzantsi Afrika (SACOS). Njengomlweli wezemidlalo kunye nomlawuli uAdams wakhonza uluntu lwasekuhlaleni kwidolophu yobuntwana bakhe iBishop Lavis kwaye kamva ngokubanzi kwiPhondo leNtshona Koloni kunye noMzantsi Afrika. Kuwo wonke umsebenzi wakhe, uAdams wahlala ezibophelele, ngokuzinikela, kwinkululeko yabaphantsi ngeendleko ezinkulu kuye. Izibhalo ezibalulekileyo ngaye, zigcinwe kwiiNgqokelela eziZodwa zeYunivesithi yaseStellenbosch, zityhila okuninzi ngomzabalazo weSACOS wenkululeko eluntwini, kuzwelonke nakwamanye amazwe. Le yindawo egcine izibhalo ezibalulekileyo eqaqambisa umzabalazo ongagqitywanga wobulungisa.

UMphathi womsitho

UGqr. Francois Cleophas (Umhlohli oMkhulu, kwiCandelo leNzululwazi yezeMidlalo kwiSebe lokuzilolonga, Unyango lweMidlalo kunye nendlela yokuphila, kwiYunivesithi yaseStellenbosch)

Umhla: uLwesihlanu, Umhla wesi-3 kweyoKwindla 2023

Ixesha: Intsimbi ye-17:00 ukuya kweye-19:00

Indawo: Imyuziyam yeYunivesithi, 52 Ryneveld Street, Stellenbosch

 

Thumela impendulo ku rickyb@sun.ac.za okanye 021 808 3660

Kuya kubakho izimuncumuncu emva komsitho.​