Die 13e jaarlikse Eerstejaarsprestasietoekenningsgeleentheid, aangebied deur prof Deresh Ramjugernath (Adjunk-Visekanselier: Leer en Onderrig), het vir die tweede jaar in ʼn ry as ʼn virtuele geleentheid deur middel van Microsoft Teams op 9 September plaasgevind.
Die Eerstejaarsprestasietoekennings het ten doel om erkenning te verleen aan top presterende eerstejaarstudente in elke fakulteit, asook die dosente wat ʼn positiewe invloed op die akademiese ervaring van hierdie studente uitgeoefen het, soos genomineer deur elkeen van hierdie top presterende eerstejaarstudente. Die lys van pryswenners is hier beskikbaar.
Al was dit ʼn virtuele geleentheid, was die interaksie en opgewondenheid byna tasbaar. By wyse van die kletsfunksie het deelnemers hulle trots en applous te kenne gegee namate die name van die bekroonde studente en dosente per fakulteit deur die Seremoniemeester, dr Antoinette van der Merwe (Senior Direkteur: Leer- en Onderrigverryking) aangekondig is.
Die gasspreker vir die aand, Emerita Professor van die FGGW, Julia Blitz, het aan ons stof tot nadenke gegee met haar nadenkende en uitdagende rede, getiteld “Styg soos jy opgaan" (“Lift as you Rise"). Sy het studente aangemoedig om hulle ervarings te verbreed (“broaden your experiences") en nie hulleself apart te stel nie (“setting yourselves apart") as die 6% in Suid-Afrika wat grade behaal, maar om eerder betrokke te raak by aktiwiteite (“engage in activities") en te kommunikeer met ʼn verskeidenheid van mense (“range of people") buite hoër onderwys. Sy het gesê dit is waar ons kan leer (“can learn from"). Prof Blitz het die instelling aangemoedig om ʼn leergesentreerde benadering aan te gryp wat alle studente in staat sal stel om medeskeppers van kennis wees en wat hulle sal bemagtig om plaaslik en globaal betrokke te wees. Verder het sy alle top studente en dosente versoek om diegene wat minder suksesvol is in hulle akademiese studies te help en met hulle te deel, want dít, eerder as top punte, kan ons grootste sukses (“greatest success") word. ('n Afskrif van die toespraak is hier beskikbaar.)
Die aand het ten einde geloop met ʼn deurlopende PowerPoint-aanbieding wat die studente en dosente en ʼn verskeidenheid van positiewe, bemoedigende gesprekke uitbeeld.
Hartlike geluk aan alle presteerders en hou aan om te “Styg soos jy Opgaan" (“Lift as you Rise")!
'n Opname van die geleentheid is hier beskikbaar.
IsiXhosa follows
First-year Achievement Awards
Eerstejaarsprestasietoekennings
IiMbasa zokuWonga iMpumelelo yaBafundi boNyaka wokuqala
ZONYAKA-MFUNDO KA-2020 yaye ZINIKEZELWA NGE-9 SEPTEMBA 2021
Itheko le-13 laminyaka le lokuWongwa Kwempumelelo Yabo Bakunyaka Wokuqala, lisingathwa nguNjing. Deresh Ramjugernath (oliSekela Nqununu: icandelo Lokufunda Nokufundisa), liye laqhutywa kumajelo onxibelelwano ngeMicrosoft Teams yaye ngunyaka wesibini lo kuqhutywa ngolo hlobo.
IiMbasa Zokuwongwa Kwempumelelo Yabakunyaka Wokuqala ijoliswe ekugqaleni abafundi abaphume phambili abakunyaka wokuqala kwifakhalthi nganye kwakunye nabahlohli abaye banefuthe elibalaseleyo kumava aba bafundi kwezemfundo njengoko amagama abo ephakanyiswe nguye ngamnye kwaba bafundi bonyaka wokuqala baphumelele emagqabini. Uluhlu lwabafundi kunye nabahlohli abafumene amabhaso luyafumaneka apha.
Nangona ibilitheko eliqhutywa kumajelo oqhagamshelwano, unxibelelwano nemincili belulolokoqobo. Besebenzisa icandelo lokuncokola, abebekho baye babonisa ukuziva benelunda ngokuqhwaba kweli jelo lonxibelelwano njengoko amagama abafundi nabahlohli abawongwayo ebebhengezwa ngokweefakhalthi nguMphathi-theko, uGqr. Antoinette van der Merwe (uMlawuli Oyintloko: Ukuphuculwa Kokufunda Nokufundisa).
Isithethi sembeko sengokuhlwa, uNjingalwazi Odla Umhlala-phantsi waseFMHS, uJulia Blitz, uye wasinika sonke intetho evus' ingqondo nexhokonx' iingcinga enomxholo othi “Phakamisa Njengoko uNyuka". Uye wakhuthaza abafundi ukuba “benze banzi amava abo" yaye “bangazikhethi" njenge-6% yabo bafumana izidanga eMzantsi Afrika, kodwa “babandakanyeke kwimisebenzi" baze banxibelelane “nabantu abahlukeneyo" abangekho kwimfundo ephakamileyo. Uthe “singafunda" kule nto. UNjing Blitz uye wakhuthaza eli ziko ukuba likhuthaze ukufunda nto leyo eyenza bonke abafundi bancedisane ekwakheni ulwazi nokubaxhobisa ukuba babandakanyeke kweli lizwe nasehlabathini. Uhlabele mgama ebongoza bonke abafundi abaphumelele emagqabini nabahlohli ukuba bancede baze babelane nabo bangapumelelanga kangako kwizifundo zabo, njengokuba le nto, ngaphandle kwamanqaku aphezulu, kunokuba “yeyona mpumelelo inkulu". Ikopi yentetho iyafumaneka apha.
loo nkqubo yangokuhlwa ivalwe ngemifanekiso yePowerPoint ezihambelayo ebonisa abafundi nabahlohli nothotho lwamagqabaza akhuthazayo kwicandelo lokuncokola.
Sithi huntshu kubo bonke abawongiweyo nize niqhubeke “Niphakamisa njengoko Ninyuka"!
Ushicilelo komsitho luyafumaneka apha.