Universiteit Stellenbosch
Welkom by Universiteit Stellenbosch
Filmvertoning: Letters to Zohra.
Begin: 17/09/2024, 17:30
Einde: 17/09/2024, 19:30
Kontak:Ricky Brecht - 021 808 3660
Plek: University Museum

​As deel van die viering van Erfenismaand nooi die Universiteit Stellenbosch Museum en die Ahmed Kathrada-stigting jou na die vertoning van die dokumentêre rolprent, Letters to Zohra.

Regisseurs: Henna Renfurm en Saskia Vredeveld

DATUM:         17 September 2024

TYD:               17:30

PLEK:             Universiteit Stellenbosch Museum, Ryneveldstraat 52, Stellenbosch

Letters to Zohra vertel Ahmed Kathrada se besonderse lewensverhaal, deels gebaseer op uittreksels uit die meer as 900 briewe wat hy geskryf het terwyl hy destyds in die tronk op Robbeneiland en in Pollsmoor was.

Ahmed Kathrada se niggie, Zohra Kathrada, is 'n saggeaarde vrou wat 'n doodgewone middelklaslewe in Johannesburg lei. Nogtans is sy kwalik 'n gewone Suid-Afrikaner. Zohra was jare lank die oë en ore van Ahmed Kathrada terwyl hy lewenslange tronkstraf in die tronk op Robbeneiland en in Pollsmoor uitgedien het.

Besoekersparkeerplek is by die Museum beskikbaar.

Toegang is gratis. Om die vertoning by te woon, RSVP asseblief na mnr Ricky Brecht by rickyb@sun.ac.za of 021 808 3660.



Njengenxalenye yokubhiyozela inyanga yaMafa eMveli, iMyuziyam yeYunivesithi yaseStellenbosch kunye neAhmed Kathrada Foundation zikumemela kwibali lomboniso obhanyabhanya, iLetters to Zohra.

Ababhexeshi: NguHenna Renfurm noSaskia Vredeveld

UMHLA:         17 kweyoMsintsi ka2024

IXESHA:        17:30

INDAWO:       KwiMyuziyam yeYunivesithi yaseStellenbosch, kwa52 kwiSitalato iRyneveld, eStellenbosch

ILetters to Zohra ibalisa ibali elingobomi obugqwesileyo bukaAhmed Kathrada, obungxenye yabo isekelwe kwezinye zezicuntsu zezibhilivana ezingaphezu kwama900 awazibhala ngethuba eseluvalelweni esiqithini iRobben Island nakwiNtilongo iPollsmoor ngaxeshanye.

Umtshana kaAhmed Kathrada, uZohra Kathrada, libhinqa elithethela phantsi, eliziphilela nje ubomi balo obuzipholeleyo bezicwinana eRhawutini. Kodwa ke ukude le ekubeni ngummi woMzantsi Afrika oqhelekileyo. Kuninzi lweminyaka, uZohra ube ngamehlo neendlebe zikaAhmed Kathrada ngelixa wayethothoza isigwebo sakhe sobomi eRobben Island nakwiNtilongo iPollsmoor.

Ikho indawo yokupaka yeendwendwe kule Myuziyam.

Kungenwa simahla. Ukuze uzimase lo mboniso, nceda uqinisekise oko kuMnu. Ricky Brecht apha rickyb@sun.ac.za okanye 021 808 3660​