Opening van Uitstalling: The Person is in the People (Die Persoon is in die Mense)
Saamgestel deur Kneo Mokgopa
Datum: Dinsdag 20 Augustus 2024
Tyd: 17:00-18:30
Plek: Stellenbosch Universiteitsmuseum, Ryneveldstraat 52, Stellenbosch
Wat beteken dit dat Nelson Mandela dood is? Die vraag is eintlik: Wat beteken dit om op hierdie oomblik ʼn persoon in Suid-Afrika te wees? Watter geskiedenisse is beskikbaar om hierdie oomblik te vertolk? Wat wag op die horison? Watter verantwoordelikhede is ons aan gedagtenis verskuldig? Is dit die einde van die geskiedenis?
Prof Kopano Ratele sal met Kneo Mokgopa gesels
Prof Ratele is aan die Stellenbosch Sentrum vir Kritiese en Kreatiewe Denke verbonde en ook ʼn professor in sielkunde aan die Universiteit Stellenbosch.
Kneo Mokgopa is kunstenaar en skrywer wat in Johannesburg, Suid-Afrika, woon en werk. Hulle is ʼn narratiefkonsultant vir die Nelson Mandela-stigting, en ʼn denkgenoot van die Stellenbosch Sentrum vir Kritiese en Kreatiewe Denke.
Hierdie geleentheid kan slegs in persoon bygewoon word.
Toegang is gratis. RSVP aan Marietjie Oelofsen by hmoelofsen@sun.ac.za of 021 808 3898.
Verversings sal bedien word.
Ukuvulwa koMboniso: UMntu useBantwini
Ilungelalaniswe nguKneo Mokgopa
Umhla: NgoLwesibini wama20 kweyeThupha ka2024
Ixesha: Ngentsimbi ye17:00 - kwi18:30
Indawo: eMyuziyam yeYunivesithi yaseStellenbosch, kwa52 kwiSitalato iRyneveld, eStellenbosch
Kuthetha ukuthini ukuba uNelson Mandela ubhubhile? Owona mbuzo kukuba: Kuthetha ukuthini ukuba ngumntu eMzantsi Afrika ngoku? Zeziphi iimbali ezikhoyo zokutolikwa kweli xesha? Yintoni eselundini? Ziziphi iimbopheleleko esinazo kwinkumbulo? Ingaba esi sisiphelo sembali?
UNjing Kopano Ratele uza kube encokola noKneo Mokgopa
Unjing Ratele ukunye neZiko laseStellenbosch leeNgcamango eziBalulekileyo nezoBuchule ze abe ngunjingalwazi wesayikholoji kwiYunivesithi yaseStellenbosch.
UKneo Mokgopa ligcisa nombhali ohlala nosebenza eRhawutini, eMzantsi Afrika. Bangabacebisimbaliso kwiNelson Mandela Foundation, kunye neQabane kwezeeNgcamango kwiZiko laseStellenbosch leeNgcamango eziBalulekileyo nezoBuchule.
Lo ngumsitho ozinyaswa ubuso ngobuso kuphela.
Kungenwa simahla. RSVP kuMarietjie Oelofsen kule imeyile hmoelofsen@sun.ac.za okanye 021 808 3898.
Kuza kubakho impungo.