Universiteit Stellenbosch
Welkom by Universiteit Stellenbosch
Just Conversations @ 30 years of Democracy: Wat Gaan Aan met die Argiewe?
Begin: 01/08/2024, 13:00
Einde: 01/08/2024, 14:30
Kontak:Dr Oelofsen - 021 808 3898
Plek: University Museum

Just Conversations @ 30 years of Democracy

Wat Gaan Aan met die Argiewe?

Jong navorsers maak op interessante maniere van argiewe gebruik vir insigte uit die verlede om ons te help om die hede te navigeer. Hoe gebruik en dink jong mense oor argiewe en instellings soos museums? Hoe help hulle ons almal om hierdie hulpbronne en ruimtes aan die Universiteit Stellenbosch en elders te herontdek en herverbeel?

Moderator: Amy Rommelspacher, navorsingsgenoot, Departement Visuele Kunste, Universiteit Stellenbosch, en argivaris by die argiewe van die Nederduitse Gereformeerde Kerk

Paneellid: Rabia Abba Omar, MA-student by die Sentrum vir die Studie van die Nadraai van Geweld en die Strewe na Herstel (AVReQ), Departement Visuele Kunste, Universiteit Stellenbosch en deelnemer aan Exeter Universiteit se “Imagining Futures of Un/Archived Pasts"-projek.

Paneellid: Anell Stacey-Daries, sameroeper van nagraadse programme en NIHSS/US Invloedryke Postdoktorale Genoot by die Sentrum vir die Studie van die Nadraai van Geweld en die Strewe na Herstel (AVReQ), Universiteit Stellenbosch.

Datum: Donderdag 1 Augustus 2024

Tyd: 13:00-14:30

Plek: Stellenbosch Universiteitsmuseum, Ryneveldstraat 52, Stellenbosch

RSVP aan Ricky Brecht by Ricky Brecht by rickyb@sun.ac.za of 021 808 3660.

Toegang is gratis.

Verversings sal bedien word.



Just Conversations @ 30 years of Democracy

Kuqhubekani ngooVimba?

Abaphandi abaselula batsala koovimba ngeendlela ezinika umdla ukuze bafumane amava asuka ntlandlolo ukuze asincedise sigocagoce unamhlanje. Ingaba babasebenzisa njani ze bacinge njani ngoovimba abantu abatsha kunye namaqumrhu afana neemyuziyam? Basinceda njani sonke ukuze siqulunqe ze sicinge ngokutsha ngezi zibonenelelo neendawo kwiYunivesithi yaseStellenbosch nakwezinye iindawo?

UMqulunqi: nguAmy Rommelspacher, olihlakani kwezophando, kwiSebe lezoBugcisa obuBonakalayo, kwiYunivesithi yaseStellenbosch nokwayingcali yoovimba kooVimba beNkonzo yamaDatshi.

Umxoxi: Rabia Abba Omar, umfundi weMA kwiZiko leZifundo zoBomi basEmva koBundlobongela kunye neLinge lokuLungisa (iAVReQ), kwiSebe loBugcisa obuBonakalayo, kwiYunivesithi yaseStellenbosch, kwakunye nomthabathinxaxheba kwiphulo leYunivesithi yase-Exeter lokuCingisiswa kwamaKamva eeMbali ezingekhoyo kooVimba/ezikooVimba.

Umxoxi: Anell Stacey-Daries, ongumqulunqi weenkqubo zemfundo enomsila kunye neHlakani kuPhando kwinqanaba lobuGqirhalwazi leNIHSS/leYunivesithi yaseStellenbosch kwiZiko loPhando ngeeMpembelelo zoBundlobongelaa kunye neLinge lokuLungisa (iAVReQ), kwiYunivesithi yaseStellenbosch.

Umhla: ngoLwesine 1 kweyeThupha ka2024

Ixesha: 13:00-14:30

Indawo: kwiMyuziyam yeYunivesithi yaseStellenbosch, kwa52 kwiSitalato iRyneveld, eStellenbosch

iRSVP kuRicky Brecht apha rickyb@sun.ac.za okanye apha 021 808 3660.

Kungenwa simahla.

Ziya kubakho iziphungo​