Opening van Uitstalling: Waar Is Ons Nou?
Uitstalling deur studente saamgestel by Stellenbosch Universiteitsmuseum
Datum: Donderdag 25 Julie 2024
Tyd: 17:00-18:30
Plek: Stellenbosch Universiteitsmuseum, Ryneveldstraat 52, Stellenbosch
Hierdie uitstalling bied aan die studenteleierskap van die Universiteit Stellenbosch die geleentheid om oor hulle ervaring van 30 jaar se demokrasie en transformasie te besin. Deur die kies van kunswerke wat met hulle eie stories van transformasie resoneer, verhoog die studente die funksie van die kunste as ʼn persoonlike hulpbron en ontwrig ook die konvensies van kuratorskap.
Moderator: Pearl Mamathuba, dosent, Departement Visuele Kunste, Universiteit Stellenbosch
Paneellede: Phiwokuhle Qabaka, voorsitter, Studenteraad, Universiteit Stellenbosch; Ila Alberts, sameroeper van die Studente-imbizo; en Nicole Bryant, Studentehof – Hoofregter
Hierdie geleentheid moet in persoon bygewoon word.
Toegang is gratis. RSVP aan Ricky Brecht by rickyb@sun.ac.za of 021 808 3660.
Verversings sal bedien word.
Uvulo loMboniso: Siphi Ngoku?
Umboniso oqulunqwe ngabafundi kwiMyuziyam yeYunivesithi yaseStellenbosch
Umhla: NgoLwesine wama25 kweyeKhala ka2024
Ixesha: 17:00-18:30
Indawo: kwiMyuziyam yeYunivesithi yaseStellenbosch, kwa52 kwiSitalato iRyneveld, eStellenbosch
Lo mboniso unike iinkokheli zabafundi beYunivesithi yaseStellenbosch ithuba lokuvakalisa iimbono ngamava azo ngamashumi amaththu eminyaka yenkqubo yolawulo lwentando yesininzi. Ngokukhethwa kwemisebenzi yobugcisa ehambelana namabali abo eenguqu, abafundi benyusa izinga lomsebenzi wezobugcisa njengesibonelelo somntu ngamnye ngelixa baphazamisa iindlela eziqhelekileyo zokuqulunqa.
UMququzeleli: NguPearl Mamathuba, ongumhlohli, kwiSebe lezoBugcisa beMbonakalo, kwiYunivesithi yaseStellenbosch
Abaxoxi: NguPhiwokuhle Qabaka, onguSihlalo, weBhunga leeNkokheli zaBafundi, kwiYunivesithi yaseStellenbosch; u-Ila Alberts, onguMququzeleli weMbizo yaBafundi; noNicole Bryant, weNkundla yaBafundi – oyiJaji eYongameleyo
Lo ngumcimbi ozinyaswa ubuso ngobuso kuphela.
Kungenwa simahla. Thumela iRSVP kuRicky Brecht apha rickyb@sun.ac.za okanye 021 808 3660.
Ziya kubakho izinto zokuthoba.