Wim de Villiers
Welcome to Stellenbosch University

Vision 2030

Vision
Stellenbosch University (SU) is inclusive, innovative and future focused: a place of discovery and
excellence where both staff and students are thought leaders in advancing knowledge
in the service of all stakeholders.
SU’s three overarching strategic priorities are to –

• broaden access;
• sustain excellence; and
• enhance societal impact.




Umbono
IYunivesithi yaseStellenbosch ibandakanya wonke ubani, iyila izinto ezintsha yaye ijolise kwikamva,
yindawo yokufumanisa izinto ezintsha neyokugqwesa apho abasebenzi nabafundi bekhokela kwiingcinga
zokuhambisa ulwazi kubo bonke abathatha inxaxheba.
Izinto ezintathu eziphambili ekujoliswe kuzo yiSU zezi –

• ukunabisa ufikeleleko;
• ukugcina ugqweso; kunye
• nokukhulisa ifuthe kuluntu ngokubanzi.