Stellenbosch University
Welcome to Stellenbosch University
Exhibition Opening: The Person is in the People
Start: 20/08/2024, 17:00
End: 20/08/2024, 18:30
Contact:Dr Oelofsen - 021 808 3898
Location: University Museum

Exhibition Opening: The Person is in the People

Curated by Kneo Mokgopa 

Date: Tuesday 20 August 2024 

Time: 17:00-18:30 

Venue: Stellenbosch University Museum, 52 Ryneveld Street, Stellenbosch 

What does it mean that Nelson Mandela is dead? The question is really: What does it mean to be a person in South Africa right now? What histories are available to interpret this moment? What is on the horizon? What responsibilities do we owe to memory? Is this the end of history?

Prof Kopano Ratele will be in conversation with Kneo Mokgopa 

Prof Ratele is with the Stellenbosch Centre for Critical and Creative Thought and a professor of psychology at Stellenbosch University.

Kneo Mokgopa is an artist and writer living and working in Johannesburg, South Africa. They are a narrative consultant at the Nelson Mandela Foundation, and a Thought Fellow with the Stellenbosch Centre for Critical and Creative Thought.

This is an in-person event only. 

Entrance is free. RSVP to Marietjie Oelofsen at hmoelofsen@sun.ac.za or 021808 3898. 

Refreshments will be served. 



Ukuvulwa koMboniso: UMntu useBantwini  

Ilungelalaniswe nguKneo Mokgopa 

Umhla: NgoLwesibini wama20 kweyeThupha ka2024 

Ixesha: Ngentsimbi ye17:00 - kwi18:30 

Indawo: eMyuziyam yeYunivesithi yaseStellenbosch, kwa52 kwiSitalato iRyneveld, eStellenbosch 

Kuthetha ukuthini ukuba uNelson Mandela ubhubhile? Owona mbuzo kukuba: Kuthetha ukuthini ukuba ngumntu eMzantsi Afrika ngoku? Zeziphi iimbali ezikhoyo zokutolikwa kweli xesha? Yintoni eselundini? Ziziphi iimbopheleleko esinazo kwinkumbulo? Ingaba esi sisiphelo sembali?

UNjing Kopano Ratele uza kube encokola noKneo Mokgopa 

Unjing Ratele ukunye neZiko laseStellenbosch leeNgcamango eziBalulekileyo nezoBuchule ze abe ngunjingalwazi wesayikholoji kwiYunivesithi yaseStellenbosch.

UKneo Mokgopa ligcisa nombhali ohlala nosebenza eRhawutini, eMzantsi Afrika. Bangabacebisimbaliso kwiNelson Mandela Foundation, kunye neQabane kwezeeNgcamango  kwiZiko laseStellenbosch leeNgcamango eziBalulekileyo nezoBuchule.

Lo ngumsitho ozinyaswa ubuso ngobuso kuphela. 

Kungenwa simahla. RSVP kuMarietjie Oelofsen kule imeyile hmoelofsen@sun.ac.za okanye 021808 3898. 

Kuza kubakho impungo.