Wednesday Art Walkabouts
Wednesday Art Walkabouts is an initiative of the University Museum to educate and share its art collections with the public.
The Wednesday Art Walkabouts are free to members of the public and will be hosted at the Stellenbosch University Museum, 52 Ryneveld Street, Stellenbosch.
Date: Wednesday, 26 July 2023
Theme: Mixed Media
Time: 13:00 – 14:00
RSVP to usmuseum@sun.ac.za or tel 021 808 3029.
IiHambo ezingoBugcisa zangoLwesithathu
IiHambo ezingoBugcisa zangoLwesithathu liphulo leMyuziyam yeYunivesithi lokufundisa nokwabelana ngengqokelela yobugcisa bayo noluntu.
IiHambo ezingoBugcisa zangoLwesithathu zisimahla kumalungu oluntu kwaye ziya kusingathwa kwiMyuziyam yeYunivesithi yaseStellenbosch, 52 Ryneveld Street, Stellenbosch.
Umhla: NgoLwesithathu, 26 Julayi 2023
Umxholo: Umsebenzi wobugcisa owenziwengezixhobo ezahlukeneyo umz.amalaphu, ipeyinti,
umthi, uboya njalonjalo.
Ixesha: 13:00 – 14:00
Phendula ku-usmuseum@sun.ac.za okanye utsalele umnxeba ku 021 808 3029.