Ubuntu Dialogues Seminar Exchange Fellow: Dr Allison Geduld
Dr Allison Geduld is senior lecturer at North-West University, where she had also obtained her LLB, BAHons (Latin), LLM (cum laude). She teaches jurisprudence and ethics. Her research interests include jurisprudence, socio-economic rights and legal education.
Respondent: Prof Rosalind Dixon
Rosalind Dixon is professor of law at the University of New South Wales in Sydney, Australia. She is a former co-president of the International Society of Public Law.
isiXhosa
Ubuntu, ukupheliswa kobuKoloniyali noMthetho waseMzantsi Afrika
IDlelane loTshintshiselwano kwiSemina le-Ubuntu Dialogues: Gqr Allison Geduld
UGqr Allison Geduld ngumhlohli omkhulu kwiYunivesithi yaseMntla-Ntshona, nalapho wathi wafumana khona i-LLB yakhe, ii-Onazi ze-BA (isiLatini), i-LLM (cum laude). Ufundisa ezomthetho nezeenqobo zokuziphatha. Umdla wophando lwakhe uquka ezomthetho, amalungelo ezentlalo nezoqoqosho nemfundo ngomthetho.
UMphenduli: Njing Rosalind Dixon
URosalind Dixon yinjingalwazi yomthetho kwiYunivesithi yase-New South Wales e-Sydney, e-Australia. Wayesakuba ngomnye wabongameli beQumrhu loLuntu loMthetho kaWonke-wonke kwiZizwe ngeZizwe.