Universiteit Stellenbosch
Welkom by Universiteit Stellenbosch
Die politiek van voorstelling en tentoonstelling in museums
Begin: 21/07/2022, 15:00
Einde: 21/07/2022, 16:00
Kontak:Dr Frieslaar - 021 808 2002
Plek: MS Teams

Die Universiteit Stellenbosch Museum nooi jou na 'n gesprek oor: “Die politiek van voorstelling en tentoonstelling in museums"

Aanbieders

Dr Wandile Kasibe (koördineerder van openbare programme, Iziko Museums van Suid-Afrika)

Wandile Kasibe het in 2020 'n PhD in Sosiologie aan die Universiteit van Kaapstad (UK) verwerf. Sy doktorale studie het gehandel oor museums en die konstruksie van ras-ideologieë in Suid-Afrika. Kasibe is 'n kritiese en dekoloniale denker wat op die interdissiplinêre terrein van erfenis, museumkunde, die skone kunste, sosiologie, fotografie, algemene politiek en kuratorspraktyk funksioneer. Hierdie voormalige Chevening-beurshouer beskik ook oor die graad BTech in die Skone Kunste (Grens Technikon, nou Walter Sisulu Universiteit), sowel 'n nagraadse diploma as 'n magistergraad in die Skone Kunste (albei van die UK), 'n magistergraad in Wêrelderfenis (Internasionale Opleidingsentrum van die Internasionale Arbeidsorganisasie, Universiteit van Turyn, Italië) en 'n magistergraad in Museumstudie (Universiteit van Leicester, Verenigde Koninkryk). Hy het al wyd gepubliseer en ook in verskeie rade gedien, waaronder die Suid-Afrikaanse Nasionale Kunsteraad, die UK-raad en vele ander. Kasibe is tans die koördineerder van openbare programme by Iziko Museums van Suid-Afrika. 

Me Mary Mbewe (Geskiedenisdosent, Mulungushi-universiteit, Zambië)

Mary Mbewe is 'n PhD-kandidaat in die Departement Geskiedenis van die Universiteit van Wes-Kaapland (UWK). Sy beskik reeds oor 'n MA in Geskiedenis en 'n Nagraadse Diploma in Museum- en Erfenisstudie, wat sy as deel van die UWK se Afrikaprogram in Museum- en Erfenisstudie behaal het. Mbewe was van 2006 tot 2016 geskiedenisbewaarder by Moto Moto-museum in Mbala, Zambië, en is tans 'n dosent in Geskiedenis aan die Zambiese Mulungushi-universiteit. Haar doktorale studie ondersoek die desakralisering van inisiasie-seremonies vir vroue deur die prosesse van 'etnografisering' en 'museumifisering'. Haar navorsingsbelangstellings sluit ook sending-etnografie en die geskiedenisse van antropologie in Zambië in. Mbewe was voorheen 'n genoot van die Nasionale Instituut vir Geestes- en Sosiale Wetenskappe en die forum Remaking Persons Remaking Societies (UWK-kohort) en dien tans as genoot van Action Restitution Africa (UWK-kohort).

 

Moderator: Dr Geraldine Frieslaar (kurator van Navorsing, Dialoog en Sosiale Geregtigheid, Universiteit Stellenbosch Museum)

Datum: Donderdag 21 Julie 2022

Tyd: 15:00–16:00 SAST

Webinaarplatform: Teams


Kliek om te registreer:

JustConversations


Isimemo

IINCOKO EZIVULELEKILEYO

IMyuziyam yeYunivesithi yaseStellenbosch iyakumema kwingxoxo eya kube imalunga nomxholo othi

“Iipolitiki zomelo nemiboniso kwiimyuziyam"

Izithethi

UGqr Wandile Kasibe (umnxibelelanisi weenkqubo zikawonkewonke, kwi-Iziko Museums of South Africa)

UWandile Kasibe waphumelela i-PhD kwiZifundo ngeMiba Yoluntu kwiYunivesithi yaseKapa (UCT) ngo-2020. Izifundo zakhe zobugqirha bezijolise kwiimyuziyam nokwakhiwa kweengcamango zobuzwe eMzantsi Afrika. Lo kaKasibe yingqondi ehlab' amadlala nenxamnye nobukoloniyali nesebenza kumacandelo awahlukahlukeneyo ajongene namagugu, iimyuziyam, ubugcisa obusulungekileyo, imiba yoluntu, ukufota, iipolitiki jikelele nokuqokelela amagugu. Lo wayesakufunda kwinkqubo yeChevening unaso nesidanga se-BTech kuBugcisa Obusulungekileyo (awasifumana eBorder Technikon, ngoku eyiWalter Sisulu University), idiploma awayifumana emva kwesidanga kunye nesidanga seemastazi kuBugcisa Obusulungekileyo (zozibini wazifumana e-UCT), isidanga semastazi kuMagugu Ehlabathi (awasifumana kwi-International Training Centre/ye-ILO, kwi-University of Turin, eItali) kwakunye nesidanga seemastazi kwiZifundo ngeeMyuziyam (awasifumana kwi-University of Leicester, kwi-United Kingdom). Uye wapapasha ngokubanzi yaye ekwasebenze nakwiibhodi eziliqela, eziquka iSouth African National Arts Council, ibhunga le-UCT namanye amaninzi. Sithethanje, lo kaKasibe ngumnxibelelanisi weenkqubo zoluntu kwi-Iziko Museums of South Africa.

UNkszn Mary Mbewe (Umhlohli wezifundo zembali, eMulungushi University, eZambia)

UMary Mbewe ngumgqatswa we-PhD kwiSebe lezeMbali kwiYunivesithi yeNttshona Kapa (UWC). Sele eneMA kwezeMbali kwakunye neDiploma Yasemva kwesiDanga kwiZifundo zeMyuziyam Namagugu, azifumene ngaphantsi kwe-UWC's African Programme in Museum and Heritage Studies. Lo kaMbewe ebengumgcini wezembali eMoto Moto Museum eMbala, eZambia, ukususela ngo-2006 ukuya kutsho ngo-2016, ibe sithethanje ufundisa ezeMbali kwiMulungushi University yaseZambia. Izifundo zakhe zobugqirha ziphanda ukupheliswa kwemisitho yokoluswa kwamabhinqa 'ngenkqubo yokuchazwa kwezithethe zezizwe' 'nokwenziwa kweemyuziyam'. Izinto anomdla wokuziphanda zikwaquka ukuchazwa kwezithethe zabantu zantlandlolo kwakunye neembali zobudlelane babantu eZambia. Lo kaMbewe wayekhe wanobudlelane neNational Institute of Humanities and Social Sciences (NIHSS) kwakunye neRemaking Persons Remaking Societies Forum (ihlakani le-UWC) ibe kungokunje udlelana neAction Restitution Africa (ihlakani le-UWC).

Umnxibelelanisi: UGqr Geraldine Frieslaar (UMgcini wezoPhando, iiNgxoxo noBulungisa kwezeNtlalo, kwiMyuziyam yeYunivesithi YaseStellenbosch)

Umhla: NgoLwesine 21 Julayi 2022

Ixesha: 15:00–16:00 SAST

Iqonga lonxibelelwano nge-intanethi: ngeTeams