The Stellenbosch University Museum invites you to attend the opening of the exhibition ATTACHED TO THE SOIL by Peter Glendinning.
This exhibition will be opened on 31 August and will entail a walkabout of the exhibition and a book signing by Peter Glendinning.
Wednesday 31 August 2022 at 13:00 to 15:00
Stellenbosch University Museum, 52 Ryneveld Street, Stellenbosch
Booking is essential – tel. 021 808 3029 or email usmuseum@sun.ac.za
ATTACHED TO THE SOIL Peter Glendinning
IMyuziyam yeYunivesithi yaseStellenbosch iyakumema ukuba uzimase ukuvulwa komboniso obizwa ngelithi ATTACHED TO THE SOIL, nguPeter Glendinning.
Loo mboniso uya kuvulwa ngomhla wama31 kuAgasti, kwaye oku kuya kubandakanya ukuhambahamba kumboniso lowo kunye nokutyikitywa kwencwadi ebhalwe nguPeter Glendinning buqu.
ULwesithathu wama31 kuAgasti ngowama2022 ukusukela kwintsimbi ka13:00 ukuya ku15:00.
kwiMyuziyam yeYunivesithi yaseStellenbosch, 52 kwiSitalato iRyneveld, eStellenbosch.
Ukubhalisa kubalulekile – inombolo yefoni: 021 808 3029 okanye uthumele i-imeyili kule dilesi usmuseum@sun.ac.za